Vala elikhasi

Ngelishwa asibanganako ukuguqulela kwiilwimi zontathu ingcaciso ekwiwebhu yeSebe leMfundo leNtshona Koloni - WCED Online, ngenxa yokuxinwa lixesha nangenxa yokunganeli kwemali enokufumaneka. Siyaxolisa kakhulu ngokungabinako ukufikelela kwiinjongo zethu zokusebenzisa zontathu iilwimi zethu. Yinjongo yethu ukuba kungekudala siza kuzisebenzisa zontathu ezi lwimi kule nkonzo yonxibelelwano ngewebhu, kodwa ke ngokuxhomekeka kwimali esinayo.


 Vala elikhasi
© 2001 Western Cape Education Department